"Ziphengululeni• izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam." Yohane 5:39 La ngamazwi athethwa nguYesu athetha nathi nanamhlanje.Nangona kunokubakho uhlobo oluthile lonqulo kunye nomthandazo, injongo yokufunda rhoqo Izibhalo Ezingcwele kukudibanisa ukuqonda uThixo neLizwi lakhe.
Kanye ngeveki Sizakudibana ngo 08H00 ngolwesihlanu sishwankathela isifundo Sesikolo seSabatha. Wamkelekile, senzele nje oku mamela wabelane nabanye kwisocial media platforms, emva koko Ukuba ufuna ukuuqhagamshelana nam [email protected] OR twitter @Izibhalo_Rhoqo
67 episodi



Non perdere nemmeno un episodio di “Ziphengulule Izibhalo”. Iscriviti all'app gratuita GetPodcast.








